Isantya

Livela
Revision as of 11:37, 18 EyeThupha 2016 by imported>Nomden (Created by translating the page "Speed")
(diff) ← Inguqulelo endala | Latest revision (diff) | Newer revision → (diff)
Jump to navigation Jump to search

Isantya ngumgama ohanjwa yinto ngexesha elithile nelibekiweyo. Isantya ngumlinganiselo obonakalisa okokuba ingaba into ihamba ngokukhawuleza kangakanani na.  Umyinge wokuhamba kwesantya sento ngelo xesha limisiweyo ngumgama ohamjwa yiloo nto uze  ducukucezwe okanye wohlulwahlulwe ngexesha.

Ukufumana isantya  

Isantya sifumaneka ngo-s,

s=dt

apho ke u-d ungumgama aze yena u-t abelixesha elichithiweyo. 

Ii-units zomlinganiselo wesantya

Zininzi ii-units zomlinganiselo wesantya. Umzekelo, isantya sokuhamba kwento singalinganiswa ngee

  • imayile ngeyure (mph),
  • khilomitha  ngeyure (km/h)
  • mitha ngomzuzwana (m/s), noyi-SI-unit yesantya.

Ukutshintsha isantya

Xa into itshintsha isantya, ihamba ngokukhawuleza okanye chu kancinane.Ukuba siyanda isantya sento ethile, kuthiwa xa ibizwa yi-acceleration. Ukuba into iya ihamba kancinane, size isantya sinciphe, ibizwa ngokuba yideceleration, okanye i-negative acceleration.

Amanye amaphepha azalana nala

  • I-Velocity
  • I-Momentum
  • I-Quantum mechanics
  • I-Metric system